UISAYA 40:30 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
UISAYA 40:30 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Namadodana angátyhafa adinwe, nabafana bakhubeke bawe
Yabelana
UISAYA 40 XHO75UISAYA 40:30 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kanti ke nolutsha luyadinwa lutyhafe, abafana bakhubeke bawe
Yabelana
UISAYA 40 XHO96UISAYA 40:30 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Abafana bocubuka badinwe, namadodana agqibele ukuwa
Yabelana
UISAYA 40 XHO1902AUISAYA 40:30 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Namadodana adinwe atyhafe, amadodana akhubeke aphele.
Yabelana
UISAYA 40 CXB24