UISAYA 41:10
UISAYA 41:10 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
ungoyiki, ngokuba ndinawe mna; ungabi navuso, ngokuba ndi NGUTIXO wako; ndiya kukwomeleza; ewe, ndiya kukunceda; ewe, ndokuxasa ngesokunene isandla sam esilungileyo.
Yabelana
Funda UISAYA 41UISAYA 41:10 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
musa ukoyika, kuba ndinawe mna; musa ukubhekabheka, kuba ndinguThixo wakho; ndikukhaliphisile, ewe, ndikuncedile, ndikuxhasile ngesandla sam sokunene sobulungisa bam.
Yabelana
Funda UISAYA 41UISAYA 41:10 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ngoko ke ndinawe, sukoyika; ndinguThixo wakho, sukuphakuzela. Ndiza kukomeleza ndikusize, amandla am asindisayo akuxhase akukhusele.
Yabelana
Funda UISAYA 41