UISAYA 46:9
UISAYA 46:9 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Khumbulani izinto zangaphambili, zasephakadeni, okokuba ndinguThixo, akukho wumbi; ndinguThixo, akukho namnye unjengam
Yabelana
Funda UISAYA 46UISAYA 46:9 IBHAYIBHILE (XHO96)
Khanikhumbule iziganeko zamandulo, nivume ukuba mna ndinguThixo; ewe, akukho thixo ufana nam.
Yabelana
Funda UISAYA 46