UISAYA 5:13
UISAYA 5:13 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ngenxa yokuba bengaqiqi abantu bam baza kuthinjwa. Oomaqhuzu babo bofa yindlala, ngokunjalo nomndilili ufe lunxano.
Yabelana
Funda UISAYA 5UISAYA 5:13 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngako oko abantu bam bayafuduswa bengazi, nabazukileyo kubo baba ngabafo bendlala, ingxokolo yabo itshiswa linxano.
Yabelana
Funda UISAYA 5