UISAYA 50:4
UISAYA 50:4 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
INkosi uYehova indinike ulwimi lwabafundileyo, ukuze ndikwazi ukuzimasa otyhafileyo ngelizwi. Ivusa imiso ngemiso, indivusela indlebe ukuba ndive ngokwabafundileyo.
Yabelana
Funda UISAYA 50UISAYA 50:4 IBHAYIBHILE (XHO96)
UMhlekazi *uNdikhoyo undazisile into emandiyithethe, ukuze ndikhuthaze abo batyhafileyo. Ntsasa zonke undivusa ndiphulaphule njengalowo ufundiswayo.
Yabelana
Funda UISAYA 50