UISAYA 53:10
UISAYA 53:10 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Kodwa uYehova wafuna ukumtyumza; waba buhlungu; ukuba uthe wenza idini lesono ngenxa yomphefumlo wakhe, wobabona abantwana bakhe, ayolule imihla yakhe, ibe nempumelelo inkoliseko kaYehova esandleni sakhe.
Yabelana
Funda UISAYA 53UISAYA 53:10 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Kodwa UYEHOVA ebetanda ukusityumza; wasivisa ubuhlungu. Nxa siya kuzenza idini letyala, siya kubona inzalo, siya kwolula imihla, nentando KAYEHOVA iya kulungiseka esandleni saso.
Yabelana
Funda UISAYA 53