UISAYA 55:7
UISAYA 55:7 IBHAYIBHILE (XHO96)
Umntu okhohlakeleyo makahlukane nobubi, netshijolo maliyeke ukuyila ubutshijolo. Maliguquke, lize kuNdikhoyo; yena wosuka abe novelwano lilo. Malize kuThixo wethu, kuba yena uxolela kangangoko.
Yabelana
Funda UISAYA 55UISAYA 55:7 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
okohlakeleyo makashiye indlela yake, nongalungileyo inkumbulo zake; makabuyele KUYEHOVA, woba nezibele kuye; na KUTIXO wetu, ngokuba eya kuxolela kakulu.
Yabelana
Funda UISAYA 55