UISAYA 56:9 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
UISAYA 56:9 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nonke marhamncwa asendle, yizani apha; yizani kudla, nonke marhamncwa asehlathini.
Yabelana
UISAYA 56 XHO75UISAYA 56:9 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yizani nonke, marhamncwa, nibaqwenge, nina zinyamakazi nezilo zamahlathi.
Yabelana
UISAYA 56 XHO96UISAYA 56:9 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
YIZANI nonke nina maṙamncwa asendle! yizani ukudla, nonke nina maṙamncwa asehlatini!
Yabelana
UISAYA 56 XHO1902AUISAYA 56:9 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Onke amarhamncwa asendle yizani adle, nawo onke amarhamncwa ehlathi.
Yabelana
UISAYA 56 CXB24