UISAYA 59:2
UISAYA 59:2 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Bubugwenxa benu obunahlukanisileyo noThixo wenu, zizono zenu ezibusithelisileyo ubuso bakhe kuni, ukuba angevi.
Yabelana
Funda UISAYA 59UISAYA 59:2 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Koko izikohlakalo zenu zenze isahlulo pakati kwenu NOTIXO wenu; nezono zenu zisitelisile ubuso bake kuni, ukuba angeva.
Yabelana
Funda UISAYA 59