UISAYA 61:6
UISAYA 61:6 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ke nina ukubizwa kwenu, kuya kuthiwa ningababingeleli bakaYehova; kuya kuthiwa kuni, ningabalungiseleli boThixo wethu; niya kudla ubutyebi beentlanga, nindolose ninozuko lwazo.
Yabelana
Funda UISAYA 61UISAYA 61:6 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ke nina noba ngababingeleli bakaNdikhoyo; niya kuba zizicaka zikaThixo wethu; niya kubuxhamla ubutyebi bezizwe, nitsho nizingce niqhayise ngabo.
Yabelana
Funda UISAYA 61