UISAYA 66:1
UISAYA 66:1 IBHAYIBHILE (XHO96)
*UNdikhoyo ke uthethe wenjenje: “Izulu lona likomkhulu lam; ihlabathi ke lona ngamathânga am. Ndluni ke leyo ningandakhela yona? Yiyiphi indawo endingade ndiphumle kuyo?
Yabelana
Funda UISAYA 66UISAYA 66:1 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Utsho uYehova ukuthi, Amazulu ayitrone yam, ihlabathi sisihlalo seenyawo zam. Iyini na le ndlu, niya kundakhela yona? Iyini na le ndawo yokuphumla kwam?
Yabelana
Funda UISAYA 66