UISAYA 7:14
UISAYA 7:14 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ngako oko INKOSI yona iya kuninika umqondiso: bona ke, intombi iya kumita, izale unyana, imbize ngegama elingu‐Yimanuweli.
Yabelana
Funda UISAYA 7UISAYA 7:14 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngako oko iya kuninika umqondiso ngokwayo iNkosi: uyabona, intombi le iya kumitha, izale unyana, imthiye igama elinguImanuweli.•
Yabelana
Funda UISAYA 7UISAYA 7:14 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ngoko ke yiNkosi ngokwayo eza kukunika umqondiso! Kaloku intombi ikhulelwe, ibe ke iza kuzala unyana, imthiye igama elinguImanuweli.
Yabelana
Funda UISAYA 7