EKAYAKOBI 1:20 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
EKAYAKOBI 1:20 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba ingqumbo yendoda ayisebenzi bulungisa bukaThixo.
Yabelana
EKAYAKOBI 1 XHO75EKAYAKOBI 1:20 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku into umntu ayenza enomsindo ayinakwamkeleka kuThixo.
Yabelana
EKAYAKOBI 1 XHO96EKAYAKOBI 1:20 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ukuqumba kwomntu kungazuzisi ubulungisa BUKATIXO.
Yabelana
EKAYAKOBI 1 XHO1902AEKAYAKOBI 1:20 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Kuba ingqumbo yendoda ayisebenzi bulungisa bukaThixo.
Yabelana
EKAYAKOBI 1 CXB24