EKAYAKOBI 2:24
EKAYAKOBI 2:24 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Niyabona ngako ukuba umntu uyagwetyelwa ngemisebenzi, kungengokolo lodwa.
Yabelana
Funda EKAYAKOBI 2EKAYAKOBI 2:24 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Niyabona ke ngoko, ukuba umntu uyagwetyelwa ngokwasemisebenzini; kungabi ngokwaselukholweni lodwa.
Yabelana
Funda EKAYAKOBI 2