EKAYAKOBI 5:16
EKAYAKOBI 5:16 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Vumani iziphoso omnye komnye, nithandazelane, ukuze niphiliswe. Umthandazo welungisa unamandla kakhulu.
Yabelana
Funda EKAYAKOBI 5EKAYAKOBI 5:16 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Xelelanani iziphoso, nithandazelane, ukuze niphiliswe. Sínamandla kakhulu isikhungo selungisa, siyeyisa.
Yabelana
Funda EKAYAKOBI 5EKAYAKOBI 5:16 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ngoko ke zivumeni izono omnye komnye, nithandazelane, khon' ukuze ninyangeke. Kaloku umthandazo womntu olungileyo unamandla angummangaliso.
Yabelana
Funda EKAYAKOBI 5