UYEREMIYA 13:10
UYEREMIYA 13:10 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Aba bantu bànobubi, bangavumiyo ukuva amazwi am, bahambayo ngobungqola bentliziyo yabo, balandela thixo bambi, ukuze babakhonze, baqubude kubo: baya kuba njengaloo mbhinqo ungasenamsebenzi.
UYEREMIYA 13:10 IBHAYIBHILE (XHO96)
Aba bantu bakhohlakeleyo, bangandivayo, balawulwa kukuqaqadeka kweentliziyo zabo, bathe phithi kukunqula nokukhonza oothixo basemzini, baza kuba njengale bhanti yelinen kungenakwenziwa nto konke ngayo.
UYEREMIYA 13:10 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Aba bantu bangendawo, bangavumiyo ukuweva amazwi am, bahamba ngokweminquba yentliziyo yabo, balandela thixo bambi ukuze babakhonze, babakhonze: baya kuba njengalo mbhinqo wamampunge
UYEREMIYA 13:10 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ababantu bakohlakeleyo, abalayo ukuva amazwi am, abahambayo ngobulukuni bentliziyo yabo, balandele otixo bambi, ukuba babakonze, nokuba bababedeshe, boba kwa njengombinqo lo, ongafanelekele nto.