UYEREMIYA 46:12 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
UYEREMIYA 46:12 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Iintlanga zikuvile ukucukucezwa kwakho, ukukhala kwakho kwazalisa ihlabathi; ngokuba igorha likhubeka egorheni, omabini awa ndaweni-nye.
Yabelana
UYEREMIYA 46 XHO75UYEREMIYA 46:12 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ihlazo lakho livakele ezizweni; ukukhala kwakho kuligqibile ihlabathi. Igorha likhubeka kwelinye; omabini awa ndawonye.”
Yabelana
UYEREMIYA 46 XHO96UYEREMIYA 46:12 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Izizwe zivile ihlazo lako, nesikalo sako sizalisile umhlaba; ngokuba igoṙa liku̔bekile ngakulo igoṙa, awile ndawonye omabini.
Yabelana
UYEREMIYA 46 XHO1902AUYEREMIYA 46:12 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Iintlanga zikuvile ukucukucezwa kwakho, ukukhala kwakho kwazalisa ihlabathi; ngokuba igorha lixhotyiwe, zawa zombini kunye.
Yabelana
UYEREMIYA 46 CXB24