UYOHANE 1:3-4
UYOHANE 1:3-4 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Izinto zonke zabakho ngaye; engekho yena, akubangakho nanye into ethe yabakho. Kuye kwakukho ubomi, baye ubomi obo bulukhanyiselo lwabantu.
Yabelana
Funda UYOHANE 1UYOHANE 1:3-4 IBHAYIBHILE (XHO96)
Izinto zonke zadalwa ngaye; ngaphandle kwakhe akubangakho nto idaliweyo. Indalo yonke yaba nobomi ngaye, baza obo bomi baba lukhanyiso eluntwini.
Yabelana
Funda UYOHANE 1