UYOHANE 1:9
UYOHANE 1:9 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Waye ke yena elukhanyiso oluyinyaniso, olubakhanyiselayo abantu bonke, esiza ehlabathini.
Yabelana
Funda UYOHANE 1UYOHANE 1:9 IBHAYIBHILE (XHO96)
Lowo ulukhanyiso lwenene olukhanyisela wonke umntu, wayesiza ehlabathini.
Yabelana
Funda UYOHANE 1UYOHANE 1:9 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Lowo ulukhanyiso lwenene olukhanyisela wonke umntu, wayesiza ehlabathini.
Yabelana
Funda UYOHANE 1