UYOHANE 13:14-15
UYOHANE 13:14-15 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngoko ke, ukuba ndizihlambile iinyawo zenu mna, ndíyiNkosi, ndínguMfundisi, nani nifanele ukuhlambana iinyawo. Kuba ndininike umzekelo, ukuze nani nenze, njengoko ndenzé ngako mna kuni.
Yabelana
Funda UYOHANE 13UYOHANE 13:14-15 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ke ngoko, ukuba mna endiyiNkosi noMfundisi wenu, ndithe ndahlamba iinyawo zenu, nani ke nimelwe kukuhlambana iinyawo. Ndinenzele umzekelo, ukuze nani nenze njengoko mna ndinibonisileyo.
Yabelana
Funda UYOHANE 13UYOHANE 13:14-15 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ngoko ke, ukuba ndizihlambile iinyawo zenu mna, ndiyiNkosi noMfundisi; nani nifanele ukuhlambana iinyawo. Kuba ndininike umzekelo, ukuze nani nenze, njengoko ndenze ngako mna kuni.
Yabelana
Funda UYOHANE 13UYOHANE 13:14-15 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ukuba ngoko ndizihlanzile mna inyawo zenu, ndiyinkosi nomfundisi, nifanelwe kukuti nani nihlanzelane inyawo. Ngokuba ndininikile umzekelo, ukuze niti, njengokuba ndenze mna kuni, nenje njalo nani.
Yabelana
Funda UYOHANE 13