UYOHANE 13:34-35
UYOHANE 13:34-35 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ndiniwisela umthetho omtsha, wokuba nithandane, njengoko ndinithandileyo nina, ukuze nani nithandane. Ngayo le nto baya kwazi bonke, ukuba ningabafundi bam, ukuba nithe nathandana.
Yabelana
Funda UYOHANE 13UYOHANE 13:34-35 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ndiniwisela umthetho omtsha, ndithi: Thandanani! Njengoko ndinithandileyo mna, nani thandanani kanye ngolo hlobo. Ukuba niyathandana, bonke baya kuqonda okokuba ningabafundi bam.”
Yabelana
Funda UYOHANE 13UYOHANE 13:34-35 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ndiniwisela umthetho omtsha, wokuba nithandane; Njengoko ndinithandileyo mna, ukuba nani nithandane. Ngayo le nto baya kwazi bonke, ukuba ningabafundi bam, ukuba nithe nathandana.
Yabelana
Funda UYOHANE 13UYOHANE 13:34-35 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Umyalelo omtsha ndiyawunika kuni, ukuba nitandane; njengokuba nditandile nina, ukuba nani nitandane kwa njalo. Ngako oku baya kukwazi bonke ukuba ningabadisipile bam, ukuba ninotando omnye kwomnye.
Yabelana
Funda UYOHANE 13