UYOHANE 13:7
UYOHANE 13:7 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Waphendula uYesu, wathi kuye, Endikwenzayo mna akukwazi wena okwangoku; kodwa wokuqonda kamva.
Yabelana
Funda UYOHANE 13UYOHANE 13:7 IBHAYIBHILE (XHO96)
Waphendula uYesu wathi kuye: “Okwangoku akukayazi into endiyenzayo, kodwa uza kube uyiqonde.”
Yabelana
Funda UYOHANE 13