UYOHANE 14:13-14
UYOHANE 14:13-14 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Nento enithe nayicela egameni lam, ndoyenza yona, ukuze uYise azukiswe ngoNyana. Ukuba nithe nacela into ngegama lam, ndoyenza mna.
Yabelana
Funda UYOHANE 14UYOHANE 14:13-14 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ke ngoko nayiphi na into eniyicela kum ndiya kuyenza, ukuze uYise abonakalise amandla akhe ngoNyana. Nantoni na eniyicela ngegama lam ndiya kuyenza.”
Yabelana
Funda UYOHANE 14