UYOHANE 14:19 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
UYOHANE 14:19 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Liselilifutshane ixesha, ukuze ihlabathi lingabi sandibona; ke nina niyandibona; ngokuba ndisidla ubomi mna, nani niya kudla ubomi.
Yabelana
UYOHANE 14 XHO75UYOHANE 14:19 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Selisondele ixesha lokuba ihlabathi lingabi sandibona. Kodwa nina niya kundibona, kuba mna ndiyaphila, naye nani niya kuphila.
Yabelana
UYOHANE 14 XHO96UYOHANE 14:19 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kuselixesha elincinane, landule ilizwe lingabi sandibona; kodwa nina niyandibona: ngokuba ndisidla ubomi mna, niya kudla ubomi nani.
Yabelana
UYOHANE 14 XHO1902AUYOHANE 14:19 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Liselilifutshane ixesha, ukuze ihlabathi lingabi sandibona; ke nina niyandibona; ngokuba ndisidla ubomi mna, nani niya kudla ubomi.
Yabelana
UYOHANE 14 CXB24