UYOHANE 16:7
UYOHANE 16:7 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Noko ke mna ndinixelela inyaniso; kunilungele ukuba ndimke; kuba, ndingemkanga, uMthetheleli akayi kuza kuni; ke, ndíthe ndemka, ndiya kumthumela kuni.
Yabelana
Funda UYOHANE 16UYOHANE 16:7 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kodwa ndinixelela inyaniso; kunilungele ukuba ndimke. Ukuba andithanga ndemka, akayi kuza kuni uMmeli; kodwa ukuba ndithe ndemka, ndiya kumthumela kuni.
Yabelana
Funda UYOHANE 16