UYOHANE 3:3
UYOHANE 3:3 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Waphendula uYesu wathi kuye, Inene, inene, ndithi kuwe, Ukuba akathanga umntu azalwe ngokutsha, akanakububona ubukumkani bukaThixo.
Yabelana
Funda UYOHANE 3UYOHANE 3:3 IBHAYIBHILE (XHO96)
UYesu waphendula wathi kuye: “Ndithi kuwe, inene, akukho namnye unokuxhamla ukulawulwa nguThixo, engathanga azalwe ngokutsha.”
Yabelana
Funda UYOHANE 3