UYOHANE 4:14
UYOHANE 4:14 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
ke yena othe wasela kuwo amanzi, endiya kumpha wona mna, akasayi kuza anxanwe naphakade; aya kusuka amanzi, endiya kumpha wona, abe ngumthombo kuye wamanzi ampompozela ebomini obungunaphakade.
Share
Funda UYOHANE 4UYOHANE 4:14 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ke yena othe wawasela amanzi endiya kumpha wona mna, soze anxanwe naphakade. Amanzi endiya kumnika wona, aya kuba ngumthombo ompompoza kuye, emnika obona bomi bungenasiphelo.”
Share
Funda UYOHANE 4