UYOHANE 5:21 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

UYOHANE 5:21 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Kuba, njengoko uYise abavusayo abafileyo, abadlise ubomi, kwangokunjalo noNyana ubadlisa ubomi abo athandayo.

UYOHANE 5:21 XHO96 (IBHAYIBHILE)

kuba kwanjengoko uYise abavusayo abafileyo, abadlise ubomi, ngokunjalo noNyana ubadlisa ubomi abo athandayo ukubadlisa.

UYOHANE 5:21 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Ngokuba njengokuba UYISE ebavusa abafileyo, abadlise ubomi, kwa njalo NONYANA uyabadlisa ubomi abo atandayo ukubadlisa ubomi.

UYOHANE 5:21 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Kuba, njengoko uYise abavusayo abafileyo, abadlise ubomi; kwangokunjalo noNyana ubadlisa ubomi abo athandayo.