UYOHANE 5:24
UYOHANE 5:24 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Inene, inene, ndithi kuni, Lowo ulivayo ilizwi lam, akholwe ngulowo wandithumayo, unobomi obungunaphakade; akezi ekugwetyweni; uphume ekufeni, wangena ebomini.
Share
Funda UYOHANE 5UYOHANE 5:24 IBHAYIBHILE (XHO96)
“Ndithi kuni, inene, lowo uwevayo amazwi am, abe ekholwa kulowo undithumileyo, unobomi obungunaphakade. Yena akayi kugwetywa nokugwetywa, kuba selephumile ekufeni wangena ebomini.
Share
Funda UYOHANE 5UYOHANE 5:24 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Inene, inene, ndithi kuni, Lowo ulivayo ilizwi lam, akholwe ngulowo wandithumayo, unobomi obungunaphakade; akezi ekugwetyweni; uphume ekufeni wangena ebomini.
Share
Funda UYOHANE 5