UYOHANE 7:7
UYOHANE 7:7 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ihlabathi alinakunithiya nina; mna ke liyandithiya, ngokuba mna ndingqina ngalo, ukuba imisebenzi yalo ayindawo.
Yabelana
Funda UYOHANE 7UYOHANE 7:7 IBHAYIBHILE (XHO96)
Abantu beli hlabathi bandithiyile mna, kuba ndisoloko ndiyihlaba imikhwa yabo emibi, kodwa nina bayanithanda.
Yabelana
Funda UYOHANE 7