UYOBHI 14:5
UYOBHI 14:5 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Imisiwe nje imihla yakhe, Liyaziwa nguwe inani leenyanga zakhe; Umenzéle ke umda wakhe ongenakugqithwa.
Yabelana
Funda UYOBHI 14UYOBHI 14:5 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kaloku imihla yakhe seyimisiwe, nenani leenyanga zakhe liyaziwa nguwe; kananjalo ke ummisele umda angenakuwutsiba.
Yabelana
Funda UYOBHI 14