Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UYOBHI 14:7

UYOBHI 14:7 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Kuba kukho ithemba emthini; Ukuba uthe wagawulwa, wóbuya uhlume, Igatya lawo lingapheli.

Yabelana
Funda UYOBHI 14

UYOBHI 14:7 IBHAYIBHILE (XHO96)

“Umthi xa ugawuliwe lisekhona ithemba ngawo; awunakufa kuphele, usenokubuya uhlume amagqabi.

Yabelana
Funda UYOBHI 14

UYOBHI 14:7 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Ngokuba kukho ithemba emthini, xa uthe wagawulwa, wobuya uhlume, Igatya lawo lingatshabalali.

Yabelana
Funda UYOBHI 14

UYOBHI 14:7 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ngokuba kuko itemba pezu kwomti, lokuba woti, nxa ugauliweyo, ubuye uhlume, nokuba ihlumelo lawo aliyi kupela.

Yabelana
Funda UYOBHI 14
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo