UYOBHI 17:1 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
UYOBHI 17:1 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umoya wam wonakele, imihla yam icinyiwe, Into yam ngamangcwaba.
Yabelana
UYOBHI 17 XHO75UYOBHI 17:1 XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Umoya wam wonakele, nemihla yam iphelile; ngoku sending'ong'ozelwe lingcwaba.
Yabelana
UYOBHI 17 XHO96UYOBHI 17:1 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Umoya wam wonakele, imihla yam inqamkile, amancw̔aba andihlalele.
Yabelana
UYOBHI 17 XHO1902AUYOBHI 17:1 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Umphefumlo wam wonakele, imihla yam iphelile, Ndilungiselelwe amangcwaba.
Yabelana
UYOBHI 17 CXB24