Uphawu lwe App yeBhayibhile
Khetha Uphawu

UYOBHI 17:3 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

UYOBHI 17:3 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Khawubeke into, undimele; Ngubani na yena oya kubambana nam ngesandla?

UYOBHI 17:3 XHO96 (IBHAYIBHILE)

“Nceda, Thixo, undibekele isibambiso. Kakade ke ibingubani omnye ongandikhuselayo?

UYOBHI 17:3 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Kaubeke pantsi ke, ube ngumbambiseli wam pambi kwako; ngubanina lowo oya kubambana nam izandla?

UYOBHI 17:3 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Hamba, ulale, uwuthabathe umnqophiso wam nawe; ngubani ozondibetha?