UYOBHI 18:5 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
UYOBHI 18:5 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Noko nokukhanya oku kongendawo kuya kucinywa, Lingabi mhlophe ilangatye lomlilo wakhe.
Yabelana
UYOBHI 18 XHO75UYOBHI 18:5 XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Hayi kaloku, isibane sesikhohlakali siza kucinywa, futhi ke nelangatye laso soze liphinde livuthe.
Yabelana
UYOBHI 18 XHO96UYOBHI 18:5 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ewe, ukukanya kwabakohlakeleyo kuya kucinywa; ilangatye lomlilo wake aliyi kukazimla.
Yabelana
UYOBHI 18 XHO1902AUYOBHI 18:5 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Nokukhanya kongendawo kuya kucinywa, Lingabi mhlophe ilangatye lomlilo wakhe.
Yabelana
UYOBHI 18 CXB24