Uphawu lwe App yeBhayibhile
Khetha Uphawu

UYOBHI 18:6 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

UYOBHI 18:6 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Ukukhanya kuya kwenziwa mnyama ententeni yakhe, Nesibane sakhe sicinywe phezu kwakhe.

UYOBHI 18:6 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Ukukhanya kuya kujika kube bubumnyama endlwini yaso; ewe, isibane saso siya kucinywa.

UYOBHI 18:6 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Ukukanya kwoba bumnyama ententeni yake; nesibane sake pezulu kwake siya kucinywa.

UYOBHI 18:6 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Ukukhanya kuya kwenziwa mnyama ententeni yakhe, nesibane sakhe sicinywe kunye naye.