Uphawu lwe App yeBhayibhile
Khetha Uphawu

UYOBHI 19:25 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

UYOBHI 19:25 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Ke mna ndiyazi ukuba umhlawuleli wam uhleli; Engowokuphela, uya kusuka éme phezu kothuli lwehlabathi.

UYOBHI 19:25 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Kambe ke ndiyazi ukuba umkhululi wam ukho; ekugqibeleni iya kuba nguye otshatshelayo ehlabathini.

UYOBHI 19:25 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Ngokuba ndisazi mna ukuba umkululi wam uhleli, nokuba ekupeleni wosuka eme pezu kwomhlaba

UYOBHI 19:25 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Ngokuba ndiyazi mna ukuba uhleli umsindisi wam, Uya kusuka eme phezu komhlaba ekupheleni kwemihla.