UYOBHI 19:27 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
UYOBHI 19:27 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Endiya kuzibonela mna ngokwam; Amehlo am ambone, ingabi wumbi. Ziyaphelelwa izintso zam ngaphakathi kwam.
Yabelana
UYOBHI 19 XHO75UYOBHI 19:27 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, ndiya kumbona ngala wam amehlo, indim, ingenguye wumbi. Loo nto ndiyilangazelela ngomxhelo wam wonke.
Yabelana
UYOBHI 19 XHO96UYOBHI 19:27 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
endiya kumbona mna ngokwam, namehlo am aya kumkangela, engenguye owasemzini: ziyapelela oku izintso zam pakati kwam.
Yabelana
UYOBHI 19 XHO1902AUYOBHI 19:27 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Ndiya kumbona ke, namehlo am aya kumbona, akukho wumbi; nokuba umphefumlo wam ubutshatyalalisiwe kum.
Yabelana
UYOBHI 19 CXB24