UYOBHI 20:4-5 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
UYOBHI 20:4-5 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oku ùyakwazi na kambe kwanini, Kususela koko lwabekwayo uluntu ehlabathini: Ukuba ukumemelela kwabangendawo kufutshane, Ukuvuya kweentshembenxa kokwephanyazo?
Yabelana
UYOBHI 20 XHO75UYOBHI 20:4-5 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaba akuyiqondi le nto, ingathi lisiko lidala nje? Laqala kwaukufika komntu wokuqala ehlabathini. Nditsho le nto yokuba ulonwabo lwesikhohlakali alubhekele phi. Kaloku imincili yalowo ungamnquliyo uThixo yeyomzuzwana nje.
Yabelana
UYOBHI 20 XHO96UYOBHI 20:4-5 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Oku akukwazi na, kwa kudala nje, kuseloko kwabekwayo umntu pezu kwomhlaba, ukuba ukuvuyelela kwabakohlakeleyo kufutshane, nokuba ukugcoba kwomginwa kokwepanyazo?
Yabelana
UYOBHI 20 XHO1902AUYOBHI 20:4-5 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Anazi na, ukuba kususela kudala umntu wamiswa ehlabathini? Kuba usindiso lwabangendawo lulufutshane, Ukuvuya kwabangendawo kokwephanyazo?
Yabelana
UYOBHI 20 CXB24