UYOBHI 26:14 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
UYOBHI 26:14 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yabona, ngamancam eendlela zakhe lawo; Iyini na ke intsebezo yelizwi esiyivayo ngaye? Ke yona indudumo yemisebenzi yobugorha bakhe ingáqondwa ngubani na?
Yabelana
UYOBHI 26 XHO75UYOBHI 26:14 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke la ngamagqabantshintshi nje amandla akhe. Thina esikuvileyo lumingi-mingi nje! Ibingubani ke ongade akuqonde ukuzongoma kwamandla kaThixo?”
Yabelana
UYOBHI 26 XHO96UYOBHI 26:14 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bona ke, le yimida yendlela yake; kanjalo yintsebezo engakanana yelizwi esiyivile ngaye! kodwa ududumo lwamandla ake ngubanina ongaluqiqayo?
Yabelana
UYOBHI 26 XHO1902AUYOBHI 26:14 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Yabona, ngamancam eendlela zakhe lawo; kodwa ngubani na onokuyiqonda indudumo yamandla akhe?
Yabelana
UYOBHI 26 CXB24