UYOBHI 28:12-13 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
UYOBHI 28:12-13 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke bona ubulumko bufunyanwa phi na? Iphi na indawo yengqondo? Àkalazi umntu ixabiso labo; Àbufunyanwa ezweni labahleliyo.
Yabelana
UYOBHI 28 XHO75UYOBHI 28:12-13 XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Kambe ke, bungaze bufumaneke phi ubulumko? Khona lona ulwazi lungazuzwa phi? Ewe, ubulumko abunakufumaneka ebantwini; kaloku akukho namnye ulaziyo nexabiso labo.
Yabelana
UYOBHI 28 XHO96UYOBHI 28:12-13 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ubulumko, kupina buya kufunyanwa? ipina ke indawo yengqondo? Akwaziwa ngumntu inani labo; abufunyanwa elizweni labahleliyo kanjalo.
Yabelana
UYOBHI 28 XHO1902AUYOBHI 28:12-13 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Kodwa buya kufunyanwa phi ubulumko? kwaye kude kangakanani ukuqonda? Umntu akalazi ixabiso layo; yaye akufumaneki kwelabantu baphilayo.
Yabelana
UYOBHI 28 CXB24