UYOBHI 28:28 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
UYOBHI 28:28 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi emntwini: Yabona, ukoyika iNkosi, bubulumko obo, Nokutyeka ebubini kuyingqondo.
Yabelana
UYOBHI 28 XHO75UYOBHI 28:28 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke uluntu waluyalela wathi: ‘Niyabona, ofuna ubulumko makathobele uThixo; ofuna ukuzuza ulwazi makabucezele ububi.’ ”
Yabelana
UYOBHI 28 XHO96UYOBHI 28:28 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti kuye umntu: Bona ke, ukwoyika INKOSI, oko kububulumko; nokumka enkohlakalweni kuyingqondo.
Yabelana
UYOBHI 28 XHO1902AUYOBHI 28:28 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Wathi kwindoda leyo, Yabona, ukoyika uYehova bubulumko; Ke ukutyeka ebubini kuyingqondo.
Yabelana
UYOBHI 28 CXB24