UYOBHI 29:14 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
UYOBHI 29:14 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ubulungisa bendibambatha bundambathe; Lwaba njengengubo yokwaleka nonkontsho ugwebo lwam.
Yabelana
UYOBHI 29 XHO75UYOBHI 29:14 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndandivatha ubulungisa njengesinxibo sam; ukwenza okulungileyo kwakuyingubo yam neqhiya yam.
Yabelana
UYOBHI 29 XHO96UYOBHI 29:14 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndambata ubulungisa; bona bazivatisa ngam; lwalunjengengubo nonkontsho ugwebo lwam.
Yabelana
UYOBHI 29 XHO1902AUYOBHI 29:14 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Ubulungisa bendibambatha, bundambathe; ugwebo lwam lwaba njengengubo nengubo.
Yabelana
UYOBHI 29 CXB24