UYOBHI 30:20 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
UYOBHI 30:20 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiyazibika kuwe, ungasabeli; Ndisuka ndime, undijonge.
Yabelana
UYOBHI 30 XHO75UYOBHI 30:20 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiba ngakhala ndikubongoza, akundiphenduli; ndiba ngazibika kuwe, akundihoyi.
Yabelana
UYOBHI 30 XHO96UYOBHI 30:20 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndiyabizela kuwe, kanti akundipenduli; ndiyasuka ndime, kanti akundigqali.
Yabelana
UYOBHI 30 XHO1902AUYOBHI 30:20 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Ndikhala kuwe, ungandiva; Ndimi, ningandiboni
Yabelana
UYOBHI 30 CXB24