UYOBHI 30:26 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

UYOBHI 30:26 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Kuba ndathemba okulungileyo, kweza okubi; Ndalinda ukukhanya, kweza isithokothoko.

UYOBHI 30:26 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Mna ndithe ndijonge okuhle kwathi gqi okubi; bendilindele ukukhanya, suka kwathi nyalulu ubumnyama.

UYOBHI 30:26 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Ndakukangela ubutamsanqa, kwandul’ ukufika ububi; ndakulinda ukukanya, kweza ubumnyama.

UYOBHI 30:26 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Kuba ndathemba okulungileyo, ndehlelwa bububi; ndathi ndisalinde ukukhanya, kwafika ubumnyama.