UYOBHI 31:1 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
UYOBHI 31:1 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiwamisele amehlo am umnqophiso; Ndingáthini na ukuqwalasela entombini?
Yabelana
UYOBHI 31 XHO75UYOBHI 31:1 XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ke mna ke sendazimisela ngomxhelo wam wonke ukuba kungáze kubekho ntombi ndiyincwasayo.
Yabelana
UYOBHI 31 XHO96UYOBHI 31:1 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndenze ucebano namehlo am; ngendisiti nina ngoko ukukumbulela intombi?
Yabelana
UYOBHI 31 XHO1902AUYOBHI 31:1 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Ndenze umnqophiso namehlo am; khona ndicingela intombi?
Yabelana
UYOBHI 31 CXB24