UYOBHI 31:4 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
UYOBHI 31:4 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Akaziboni na yena iindlela zam, Awabale onke amabanga am?
Yabelana
UYOBHI 31 XHO75UYOBHI 31:4 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Andithi na kaloku yena uyazazi iindlela zam, ewabala onke amanyathelo am?
Yabelana
UYOBHI 31 XHO96UYOBHI 31:4 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Akaziboni na yena indlela zam? nawo onke amanyatela am akazibali na?
Yabelana
UYOBHI 31 XHO1902AUYOBHI 31:4 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Akaziboni na yena iindlela zam, Awabale onke amabanga am?
Yabelana
UYOBHI 31 CXB24