UYOBHI 32:8 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
UYOBHI 32:8 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Noko ngumoya osemntwini, Nokuphefumla kukaSomandla okubaqondisayo.
Yabelana
UYOBHI 32 XHO75UYOBHI 32:8 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke ngoku ndiyaqonda ukuba ngumoya osemntwini, ewe, lifuthe likaSomandla elimthi jize ngokuqonda umntu.
Yabelana
UYOBHI 32 XHO96UYOBHI 32:8 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa kuko umoya emntwini; nokupefumla KWOSOMANDLA kuyabanika ingqondo.
Yabelana
UYOBHI 32 XHO1902AUYOBHI 32:8 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Noko umoya usemntwini, Nokuphefumla kukaSomandla kuqondisa.
Yabelana
UYOBHI 32 CXB24