UYOBHI 33:14 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

UYOBHI 33:14 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Kanti, hayi, ngendlela enye uThixo uyathetha, Nangezimbini, ke akukhathalwa.

UYOBHI 33:14 XHO96 (IBHAYIBHILE)

“Kaloku uThixo uthetha nomntu ngandlela zonke, kambe ke yena umntu akahoyi.

UYOBHI 33:14 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Kuba uThixo uthetha kube kanye, Nangezimbini, kodwa umntu akaboni.