UYOBHI 33:4 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
UYOBHI 33:4 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UMoya kaThix wandenza, Nokuphefumla kukaSomandla kundidlise ubomi.
Yabelana
UYOBHI 33 XHO75UYOBHI 33:4 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku nam ndidalwe nguMoya kaThixo; ukuphefumla kukaSomandla kundidlise ubomi.
Yabelana
UYOBHI 33 XHO96UYOBHI 33:4 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
UMOYA KATIXO undenzile; nokupefumla KWOSOMANDLA kuyandinika ubomi.
Yabelana
UYOBHI 33 XHO1902AUYOBHI 33:4 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
uMoya kaThixo wandenza, Nokuphefumla kukaSomandla kwandiphilisa.
Yabelana
UYOBHI 33 CXB24